Impilo Yasemhlabeni (Inoveli YesiXhosa) - Nceba Tyobeka - Grāmatas - Verity Publishers - 9781990985027 - 2020. gada 4. oktobris
Ja vāks un nosaukums nesakrīt, pareizs ir nosaukums

Impilo Yasemhlabeni (Inoveli YesiXhosa)


Saņemt e-pastu, kad prece būs pieejama
Do you have a profile? Pierakstīties
Ziemassvētku dāvanas var atgriezt līdz 31. janvārim
Saņemiet paziņojumus par jauniem Nceba Tyobeka izdevumiem
Pievienot savam iMusic vēlmju sarakstam

Not rated yet

Emva kokuba uSipho beneetshomi zakhe bedle iimali zaseThuthukani uqesha uNtlupheko ukuze amthengisele iziyobisi koomaO. R Tambo nakwamanye amazwe jikelele. Emva kokuba ephoxe uNtlupheko usafuna ukuba amthengisele iziyobisi kwakhona. Le nto yakhe yentengiso-ziyobisi igqibela isa unyana wakhe ekufeni kwaye yaphinda kwayona yachitha umtshato kaSipho. Ke ngoku uSipho ubona kungcono u'ba azinikekele emapoliseni esakuqonda u'ba akusekho konwaba ebomini bakhe. Uthi xa sele ebonil' u'ba sel'egugile ngoku emva kokuphuma kwakhe ejele anikezele ngempilo yakhe enkosini.

Mediji Grāmatas     Paperback Book   (Grāmata ar mīksto vāku un līmēto muguru)
Izlaists 2020. gada 4. oktobris
ISBN13 9781990985027
Izdevēji Verity Publishers
Lapas 114
Izmēri 140 × 216 × 6 mm   ·   140 g
Valoda Angļu  

Vairāk no tā paša izdevēja